Jonah 4:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa utixo wamisela intlava ekunyukeni kwesifingo, kwakusa, eyayona ikikayone, yada yabuna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wamisela intlava, ukuthi qhiphu kokusa ngengomso, yabetha umhlavuthwa lowo, woma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngengomso uThixo wamisela umbungu, wawubetha umthi, woma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ekuseni ngengomso uThixo wawuthumela ngombungu loo mthi, wawugrenya watsho wabuna.