Joshua 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wawayalela amagosa abantu, ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uYoshuwa wabawisela umthetho ababhali babantu, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoshuwa wabayalela abalindi abantu, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa uyalele iinduna zakhe, wathi: