Joshua 1:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bampendula u‐Yoshuwa, besiti: Konke usiyaleleyo ngako, siya kukwenza, nalapo usukuba usitumela kona, siya kuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamphendula ke uYoshuwa, besithi, Izinto zonke osiwisele umthetho ngazo sozenza, nalapho sukuba usithume khona soya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamphendula uYoshuwa, bathi, Yonke into osiyalele yona soyenza; naphi na apho usithumele khona, siya kuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi kuYoshuwa: “Soyenza yonke into osiyalele ukuba siyenze, siye naphi na apho uthi masiye khona.