Joshua 1:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Mosesi isicaka sam ufile; uze usuke kaloku, uwele i‐Yoredane le, wena, nababantu bonke, ukuya elizweni endilinika kubo, kulo usapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umlungiseleli kaMoses, wathi, UMoses umkhonzi wam ufile;suka ke ngoko, uyiwele iYordan le, wena naba bantu bonke, niye kwelo zwe ndibanika lona onyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses umkhonzi wam ufile; Suka kaloku, uyiwele iYordan le, wena naba bantu bonke, ningene ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi: “UMosis, isicaka sam, ubhubhile. Ke wena namaSirayeli ephela wuweleni umlambo iJordan, niye kwelo lizwe ndininika lona.