Joshua 10:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wabuyela emnqubeni e‐Gilegale, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya uYoshuwa, enamaSirayeli onke, waya eminqubeni eGiligali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko uYoshuwa nawo onke amaSirayeli awayekunye naye babuyela enkampini eGiligali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwedabi uYoshuwa nomkhosi wakhe babuyela esikhululweni eGiligali.