Joshua 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwaxelwa ku‐Yoshuwa, kusitwa: Bafunyenwe okumkani abo bobahlanu, bezimele emqolombeni e‐Makeda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaxelwa kuYoshuwa, kwathiwa, Sibafumene ookumkani bobahlanu, bezimele emqolombeni eMakeda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waxelelwa uYoshuwa, kwathiwa, Kufunyenwe ookumkani abahlanu bezimele emqolombeni waseMakeda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babhaqwa, waza waxelelwa apho bakhoyo uYoshuwa.