Joshua 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Yoshuwa: Qengqani amatye amakulu ngasemlonyeni womqolomba, niwamise amadoda ngakuwo ukuba abalinde:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYoshuwa, Qengqelani amatye amakhulu emlonyeni womqolomba, nimise amadoda phezu kwawo ukuba abalinde.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa, Qengqelani amatye amakhulu emnyango womqolomba, nimise abantu ngakuwo ukuba bawulinde.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi: “Qengqelani amatye amakhulu, nivale ngawo umlomo womqolomba, nize nishiye amadoda okulinda.