Joshua 10:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Yoshuwa, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye, wagqita e‐Makeda waya e‐Libena, walwa ngase‐Libena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagqitha uYoshuwa enamaSirayeli onke eMakeda, waya eLibhena, walwa neLibhena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka ke uYoshuwa eMakeda yaye onke amaSirayeli ayekunye naye kwada kwesa eLibhena, alwa neLibhena;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukusuka kwabo eMakeda uYoshuwa nawo onke amaSirayeli badlulela eLibhena, nayo bayihlasela.