Joshua 10:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako watuma u‐Adoni‐tsedeki ukumkani we‐Yerusaleme, ku‐Hohame ukumkani we‐Hebrone, naku‐Pirame ukumkani we‐Yaremute, naku‐Yafiya ukumkani we‐Lakishe, naku‐Debire ukumkani we‐Heglone, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uAdoni-tsedeki ukumkani waseYerusalem, wathumela kuHoham ukumkani waseHebron, nakuPiram ukumkani waseYarmuti, nakuYafiya ukumkani waseLakishe, nakuDebhiri ukumkani wase-Eglon, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uAdoni-tsedeki, ukumkani waseYerusalem, wathumela kuHoham ukumkani waseHebron, nakuPiram, ukumkani waseYarmuti, nakuYafiya ukumkani waseLakishe, nakuDebhiri ukumkani wase-Eglon, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukumkani uAdoni-zedeki wathumela izigidimi kukumkani uHoham waseHebron, nakukumkani uPiram waseYamuti, nakukumkani uYafiya waseLakishe, nakukumkani uDebhiri wase-Eglon, esithi: