Joshua 10:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Yoshuwa, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye, wagqita e‐Libena waya e‐Lakishe, wayiṙaula, walwa ngakuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagqitha uYoshuwa eLibhena, enamaSirayeli onke, waya eLakishe, wayingqinga, walwa nayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka ke uYoshuwa eLibhena, yena noonyana bonke bakaSirayeli, waya eLakishe, wamisa iintente kuyo, walwa nayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka eLibhena ooYoshuwa, baya eLakishe, bayingqinga, bayihlasela.