Joshua 10:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko wenyuka u‐Horame, ukumkani we‐Gezere, ukuza kunceda i‐Lakishe; kodwa u‐Yoshuwa wabeta yena nabantu bake, ada akamshiyela namnye oseleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wenyuka uHoram, ukumkani waseGezere, waya kuyinceda iLakishe. UYoshuwa wambulala yena nabantu bakhe, kwada akwasala namnye kuye usindileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uHoram ukumkani waseGezere wayihlasela iLakishe; uYoshuwa wambulala yena nabantu bakhe, kwada akwasala bani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kweza ukumkani uHoram waseGezere, ezokunceda amaLakishe, wachithwa kunye nomkhosi wakhe, babulawa bonke, akwasala nempunde le.