Joshua 10:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Yoshuwa, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye, wagqita e‐Lakishe waya e‐Heglone; baza bayiṙaula, balwa ngakuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wegqitha uYoshuwa eLakishe, enamaSirayeli onke, aya e-Eglon, ayingqinga, alwa nayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma uYoshuwa eLakishe, waya e-Eglon, enamaSirayeli onke; bakungqinga, balwa nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa nomkhosi wakhe basuka eLakishe baya e-Eglon, bafika bayingqinga, bayihlasela.