Joshua 10:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Yoshuwa, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye, wenyuka e‐Heglone waya e‐Hebrone; baza balwa ngakuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka uYoshuwa esuka e-Eglon, waya eHebron, enamaSirayeli onke, alwa nayo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka uYoshuwa e-Eglon, enamaSirayeli onke, waya eHebron; balwa nalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa namaSirayeli onke bemka eLakishe, baya eHebron, bafika bayihlasela