Joshua 10:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuya u‐Yoshuwa, nabo bonke o‐Sirayeli kunye naye, waya e‐Debire, walwa ngakuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ke uYoshuwa enamaSirayeli onke, weza eDebhiri, walwa nayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuyela uYoshuwa eDebhiri, enamaSirayeli onke; walwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baphethuka apho, babheka eDebhiri. Bafika bayihlasela,