Joshua 10:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nyukani nize kum, nindincede, ukuba sibete i‐Gibeyone; ngokuba ilwenzile uxolo no‐Yoshuwa nosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyukani nize kum, nindincede, siyixabele iGibheyon; kuba yenze uxolo noYoshuwa noonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyukani nize kum nize nindincede, ukuze siyoyise iGibheyon, ngenxa yokuba yenze uxolo noYoshuwa noonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Khanize kundincedisa siyihlasele iGibheyon, kuba amaGibheyon enze uxolo noYoshuwa namaSirayeli.”