Joshua 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wenyuka u‐Yoshuwa e‐Gilegale, yena nabo bonke abantu bokulwa kunye naye, kwa onke amagoṙa abuṙoti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka ke uYoshuwa, esuka eGiligali, yena nabantu bonke bokulwa bendawonye naye, namagorha onke anobukroti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka uYoshuwa, waya eGiligali, namadoda onke okulwa, namagorha onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wesuka kwangoko eGiligali uYoshuwa namagorha onke omkhosi wakhe.