Joshua 10:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova ku‐Yoshuwa: Ungaboyiki, ngokuba ndibanikile esandleni sako; akuyi kuma namnye kubo pambi kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukuboyika; kuba ndibanikele esandleni sakho; akuyi kuma ndoda kubo phambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukuboyika; kuba ndibanikele esandleni sakho; akukho namnye kubo oya kuma ngakuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza *uNdikhoyo wathi kuYoshuwa: “Uze ungaboyiki. Sendibanikele esandleni sakho. Akukho nanye kwezo kumkani enokumelana nawe.”