Joshua 11:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, xeshekweni u‐Yabine, ukumkani we‐Hatsore, abevile oku, wandula watuma ku‐Jobabe ukumkani we‐Madone, nakukumkani we‐Shimrone, nakukumkani we‐Kashafe,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akukuva oko uYabhin ukumkani waseHatsore, wathuma kuYobhabhi ukumkani waseMadon, nakukumkani waseShimron, nakukumkani waseAkeshafi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva ke uYabhin, ukumkani waseHatsore, wathumela kuYobhabhi ukumkani waseMadon, nakukumkani waseShimron, nakukumkani ka-Asafu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uJabhin waseHazore uthe akuva ngeziqwenga ezazisenziwa ngamaSirayeli, wathumela isigidimi kukumkani uJobhabhi waseMadon nakwiikumkani zaseShimron naseAkeshafi,