Joshua 11:18 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabi‐yimihla emininzi wenza u‐Yoshuwa imfazwe ngakubo bonke okumkani aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaba mininzi ke imihla esenza imfazwe uYoshuwa nabo kumkani bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoshuwa waqhubeka esilwa nabo bonke abo kumkani ixesha elide.