Joshua 11:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kweza u‐Yoshuwa ngexesha elo, wacita ama‐Hanaki ezintabeni, e‐Hebrone, e‐Debire, e‐Hanabi, nakuzo zonke intaba zakwa‐Juda, nakuzo zonke intaba zakwa‐Sirayeli: u‐Yoshuwa wawalahlela ekutshatyalalisweni kunye nezixeko zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uYoshuwa ngelo xesha, wawanqumla ama-Anaki ezintabeni, eHebron, eDebhiri, eAnabhi, ezintabeni zonke zakwaYuda, ezintabeni zonke zakwaSirayeli; uYoshuwa wawatshabalalisa kunye nemizi yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha uYoshuwa weza waza wawatshabalalisa ama-Anaki ezintabeni, eHebron, eDebhiri, eAnabhi nakuzo zonke iintaba zakwaYuda nakwiintaba zonke zakwaSirayeli; Wawaqalekisa uYoshuwa wona nemizi yawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha uYoshuwa waya kutshabalalisa ama-Anaki ahlala kweleenduli eHebron, eDebhiri, eAnabhi, nakuzo zonke iinduli zakwaJuda nakwaSirayeli. Wawatshabalalisa kunye nezixeko zawo zonke uYoshuwa.