Joshua 11:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya u‐Yoshuwa, nabo bonke abantu bokulwa kunye naye, wabazuma ngasemanzini e‐Merome; baza babawela ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya ke uYoshuwa, enabantu bonke bokulwa, wabafikela ngebhaqo emanzini aseMerom, babawela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uYoshuwa namadoda okulwa awayekunye naye kwaoko bawaxabela emanzini aseMerom; bawa phezu kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanko ke uYoshuwa nomkhosi wakhe wonke eyiqubula loo mikhosi ngakuloo mlanjana iMerom.