Joshua 12:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukumkani we‐Afeki, wamnye; ukumkani we‐Lasharone, wamnye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngukumkani waseAfeki, emnye; ngekumkani waseLasharon, emnye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngukumkani waseAfeki yedwa; ukumkani kaLazaro yedwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
iAfeki, iLasharon,