Joshua 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Yoshuwa ebemdala, ekolisile ukuba nemihla; waza uyehova wati kuye: Wena umdala, ukolisile ukuba nemihla, kanti lininzi kakulu ilizwe eliseleyo ukuba libanjwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uYoshuwa wayeseleyinoda enkulu, eselekhulile;wathi uYehova kuye, Wena useluyindoda enkulu, uselukhulile; ke ilizwi elisaseleyo lokuhluthwa liselininzi kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uYoshuwa wayeseleyingwevu enkulu, ebudaleni iminyaka; Wathi uYehova kuye, Umdala, ukhulile, yaye kusekho umhlaba omninzi wobutyebi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlenikweni uYoshuwa wayeselaluphele kakhulu, *uNdikhoyo wathi kuye: “Sewumdala kakhulu ngoku, Yoshuwa, ukanti umhlaba ekusafuneka uthinjwe usemkhulu.