Joshua 13:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bonke ubukumkani buka‐Hogi e‐Bashane, obepete ubukumkani e‐Hashetarote nase‐Edrehi: ngulowo obesele eliveni lama‐Rafa, owati u‐Mosesi wawabeta, wawagqogqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bonke ubukukumkani bukaOgi eBhashan, obephethe ubukumkani eAshtaroti, nase-Edreyi, ngowayesele kumasalela amaRafa.Wawabetha uMoses wawagqogqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bonke ubukumkani bukaOgi eBhashan, obephethe iAshtaroti ne-Edreyi, oshiye phakathi kwamaEfrayim; ngokuba bamoyisayo uMoses, babagxotha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukwalapho nomhlaba kaOgi owaba yikumkani yokugqibela kumaRafa, owayephethe iAshtaroti ne-Edreyi. Ezi ntlanga zonke zoyiswa nguMosis, wawuthimba umhlaba wazo.