Joshua 13:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
No‐Bilame, unyana ka‐Behori, umlauli, lwambulala usapo luka‐Sirayeli ngesiṙele pakati kwabahlatyiweyo lulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NoBhileham unyana kaBhehore, itola, bambulala oonyana bakaSirayeli ngekrele, phakathi kwabahlatyiweyo ngabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhileham unyana kaBhehore, umvumi, wababulala oonyana bakaSirayeli ngekrele, phakathi kwabaxabelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phakathi kwabantu ababulawa ngamaSirayeli kwafa noBhalam unyana kaBhehore owayengusiyazi.