Joshua 13:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngawo la amafa owawabayo u‐Mosesi, ematafeni ase‐Mowabi, pesheya kwe‐Yoredane, malungana ne‐Jeriko, ngasempumalanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo lawo amafa awawabayo uMoses ezinkqantosini zakwaMowabhi phesheya kweYordan, malunga neYeriko ngasempumalanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la ke amazwe awawabelayo uMoses njengelifa kwiintlango zakwaMowabhi phesheya kweYordan, iYeriko, ngasempuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenjalo ke uMosis ukwaba umhlaba ongasempumalanga kweJeriko neJordan kuloo mathafa akwaMowabi.