Joshua 14:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bendingominyaka imashumi mane ubudala bam, nxa u‐Mosesi, isicaka sikayehova, wandisusayo e‐Kadeshebaneha ukuya kuhlola ilizwe; ndada ndamzisela impendulo, njengokuba kube kunjalo entliziyweni yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndandiminyaka imashumi mane ndizelwe, ekususweni kwam nguMoses umkhonzi kaYehova, eKadeshe-bharneha, ukuba ndeye kulihlola ilizwe; ndambuyisela ilizwi njengoko bekusentliziyweni yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndandiminyaka imashumi mane ndizelwe, ekususweni kwam nguMoses umkhonzi kaYehova, eKadeshe-bharneha, ukuba ndeye kulihlola ilizwe; ndaza ndashumayela kuye kwakhona njengoko kwakusentliziyweni yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndandimashumi mane ubudala ngamhla uMosis wandithumayo ndesuka eKadeshe-bhaneya ndaza kuhlola lo mhlaba. Ndamphathela ingxelo ngokungafihlisi,