Joshua 15:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Kalebi wagqogqa apo onyana bobatatu baka‐Hanaki, o‐Sheshai, no‐Ahimane, no‐Talemai, abenzalo ka‐Hanaki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabagqogqa apho uKalebhi oonyana bobathathu baka-Anaki, uSheshayi noAhiman noTalemayi, inzalo ka-Anaki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uKalebhi wabagqogqa oonyana abathathu baka-Anaki, uSeshayi, noAkiman, noTalemayi, oonyana baka-Anaki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKalebhi wayikhuphela ngaphandle kweso sixeko inzala ka-Anaki. YayinguSheshayi, uAhiman, noTalmayi.