Joshua 15:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Hotineli unyana ka‐Kenazi, umzalwana ka‐Kalebi, wayitimba: waza wamnika u‐Hakesa, intombi yake, abe ngumfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayithimba uOteniyeli unyana kaKenazi, umzalwana kaKalebhi; wamnika ke intombi yakhe, uAkesa, yangumkakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena uOteniyeli, unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi, wamnika ke intombi yakhe, uAkisa, yangumkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UOteniyeli unyana womntakwabo-Kalebhi uKenazi wasithimba ke eso sixeko, waza uKalebhi wayendisela kuye intombi yakhe uAkesa.