Joshua 16:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo onyana baka‐Josefe, u‐Manase no‐Frayime, bamkela ilifa labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Balabelwa ke ilifa labo oonyana bakaYosefu, uManase noEfrayim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balithabatha ke ilifa labo oonyana bakaYosefu, uManase noEfrayim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mhlaba waba lilifa lenzala kaJosefu, izizwe zakwaEfrayim noManase.