Joshua 17:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, xeshekweni luse lwomelele usapo luka‐Sirayeli, lwabenza aba‐Kanane babe ngabanikeli; kodwa alwabagqogqa ngokugqibela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakomelela oonyana bakaSirayeli, bawafaka uviko amaKanan, abawagqogqa kuphele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke oonyana bakaSirayeli bazinikela amandla, bawahlawulisa amaKanan; kodwa akabakhuphanga konke konke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa amaSirayeli selenamandla, akabanga nako ukuzithimba ezo zixeko zamaKanana, kambe awanyanzela ukuba abe zizicaka.