Joshua 17:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwabuya usapo luka‐Josefe lwati: Intaba leyo ayisanele; kanjalo kuko inqwelo zesincete pakati kwabo bonke aba‐Kanane abemiyo elizweni lasemhlanjeni, kwabase‐Bete‐shane namagxamesi ayo, nakwabasemhlanjeni wase‐Yezerele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi oonyana bakaYosefu, Ilizwe eli leentaba alisilingene; ke ziinqwelo zesinyithi kumaKanan onke amiyo ezweni lamathafa aseBhete-shehan namagxamesi ayo, kwanasemathafeni aseYizereli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi oonyana bakaYosefu, Induli le ayisilingene; yaye onke amaKanan awayehlala kwilizwe elisentlanjeni aneenqwelo zokulwa zentsimbi, lawo ayevela eBheteshan needolophu ezilapho nabo babevela entlanjeni eYizereli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baphendula bathi: “Eliya leentaba aliphangalele kangangokuba lingasanela, kanti ke phaya ezintilini amaKanana aneenqwelo zentsimbi, la ahlala eBhete-shan nalawa ahlala kule ntili yeYizereli xa ewonke.”