Joshua 17:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko intaba iya kuba yeyako: ngokuba ilihlati, wauya kulihlahla, ziti izipumo zalo zibe zezako: ngokuba uya kubagqogqa aba‐Kanane, nakuba banenqwelo zesincete, nakuba bomelele kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba eleentaba liya kuba lelenu, ngokuba lingamahlathi.Nowa hlahla, iinyele zawo zibe zezenu; kuba niya kuwagqogqa amaKanan, nakuba eneenqwelo zesinyithi, nakuba omelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yona intaba iya kuba yeyenu; kuba lungumthi, wowugawula; nezithako zayo ziya kuba zezakho; kuba niya kuwagqogqa amaKanan, nakuba eneenqwelo zentsimbi yaye omelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eleentaba lelenu, nditsho lilihlathi linjalo. Kufuneka niligece nime kulo lonke. AmaKanana wona kufuneka niwagxothe, nditsho enezo nqwelo zentsimbi, omelele enjalo.”