Joshua 17:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko nakubantwana baka‐Manase abaseleyo iqashiswa, ngezizalwane zabo: kulo usapo luka‐Abihezere, nakulo usapo luka‐Heleki, nakulo usapo luka‐Asiriyeli, nakulo usapo luka‐Shekeme, nakulo usapo luka‐Hefere, nakulo usapo luka‐Shemida: aba ngabantwana baka‐Manase unyana ka‐Josefe ababudoda, ngezizalwane zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ebeyindoda yokulwa; laba nabanye oonyana bakaManase ngokwemizalwane yabo; laba noonyana baka-Abhihezere, noonyana bakaHeleki, noonyana baka-Aseriyeli, noonyana bakaShekem, noonyana bakaHefere, noonyana bakaShemida; ngabo abo abantwana abangamadoda bakaManase, unyana kaYosefu, ngokwemizalwane yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baba baninzi koonyana bakaManase ngokwemizalwane yabo; koonyana baka-Abhiyezere, noonyana bakaHeleki, noonyana baka-Aseriyeli, noonyana bakaShekem, noonyana bakaHefere, noonyana bakaShemida; ngabo abo oonyana bakaManase, unyana kaYosefu, ngokwemizalwane yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba ongasentshonalanga kweJordan wona wabelwa inxalenye yezindlu zesizwe sakwaManase: ooAbhiyezere, Heleki, Aseriyeli, Shekem, Hefere, noShemida. Aba ngokwezindlu zabo yayingabazukulwana abangamadoda bakaManase unyana kaJosefu.