Joshua 17:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Manase ebenalo ilizwe lase‐Tapuwa, kodwa i‐Tapuwa, esemdeni ka‐Manase, yona usapo luka‐Frayime belunayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UManase waba nelizwe laseTapuwa; ke iTapuwa, ngasemdeni wakwaManase, yaba yeyonyana bakaEfrayim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwe laseTapuwa laba lelakwaManase, kodwa iTapuwa, emdeni kaManase, yaba yeyoonyana bakaEfrayim;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba owawungqinge iTapuwa wawungowakwaManase, kodwa sona isixeko saseTapuwa esisemdeni sasisesenzala kaEfrayim.