Joshua 18:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YAZA yahlanganisana yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli e‐Shilo, yamisa kona intente yentlangano. Lati ilizwe leyiswa pambi kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Labizelwa ndawonye lonke ibandla lakwaSirayeli eShilo;bayimisa khona intente yokuhlangana. Leyiseka ilizwe phambi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Labizelwa ndawonye lonke ibandla loonyana bakaSirayeli eShilo, bayimisa khona intente yokuhlangana. Kwaye ihlabathi loyiswa phambi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ibandla lakwaSirayeli lahlangana eShilo, lamisa *isibingelelo *sikaNdikhoyo apho. Naxa umhlaba wawuseluthinjiwe