Joshua 18:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kusala pakati kwosapo luka‐Sirayeli izizwe zazisixe̔nxe, ezingekabelwanga ilifa lazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwasala phakathi koonyana bakaSirayeli izizwe ezisixhenxe, ezingabelwanga lifa lazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwasala phakathi koonyana bakaSirayeli izizwe ezisixhenxe ezazingekanikwa lifa lazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwakusekho izizwe zamaSirayeli ezisixhenxe ezazingekabelwa ilifa lazo.