Joshua 18:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako u‐Yoshuwa wati elusatsheni luka‐Sirayeli: Kwoda kube ninina eniya kunqena ukuya kufuya ilizwe, enilipiweyo nguyehova, utixo woyihlo benu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYoshuwa koonyana bakaSirayeli, Koda kube nini na nikunqena ukuya kulihlutha elo zwe aninike lona uYehova uThixo wooyihlo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa koonyana bakaSirayeli, Kuya kuda kube nini na nilibele ukulidla ilifa ilizwe elo aninikileyo uYehova uThixo wooyihlo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kumaSirayeli ke uYoshuwa wenjenje: “Niya kulibazisa kude kube nini ukuya kuthimba umhlaba enawunikwa nguNdikhoyo, uThixo wooyihlo-mkhulu?