Joshua 18:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina ngoko niya kubalisa ilizwe ngezabiwo ezisixe̔nxe, nize nizise imbaliso kum kulendawo, ukuba ndinenzele amaqashiso apa pambi kwoyehova, utixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina ke nilibhale ilizwe lezabelo ezo zisixhenxe, niyizise ingxelo kum apha, ndiniwisele amaqashiso phambi koYehova uThixo wethu apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wolibhala ilizwe libe ziinxalenye ezisixhenxe, nizizise kum ukuqonda, ukuze ndenze ngokwamaqashiso phambi koYehova uThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nizibhale iinkcukacha zezo ziphaluka zosixhenxe, nize nazo kum nakugqiba. Mna ke ndokwenza amaqashiso, ndiqonde umnqweno kaNdikhoyo uThixo wethu ngani.