Joshua 19:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Laza iqashiso lesibini lapumela u‐Simone, kwa isizwe sosapo luka‐Simone, ngezizalwane zalo: laye ilifa lalo lipakati kwelifa losapo luka‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lavela iqashiso lesibini noSimon, nesizwe soonyana bakaSimon, ngokwemizalwane yabo. Ilifa labo laba phakathi kwelifa loonyana bakaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laphuma elesibini ilifa kuSimon, emndenini woonyana bakaSimon, ngokwemizalwane yabo; yaye ilifa labo laba phakathi kwelifa loonyana bakaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*Iqashiso lesibini laphumela isizwe sakwaSimon ngokwezindlu zaso. Ilifa laso lalikummandla wakwaJuda.