Joshua 19:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Laza iqashiso lesitatu lenyukela usapo luka‐Zebulone, ngezizalwane zalo. Waya umda welifa lalo kwada kwase‐Saride:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lavela iqashiso lesithathu noonyana bakaZebhulon, ngokwemizalwane yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esinye isahlulo sesithathu saya koonyana bakaZebhulon ngokwemizalwane yabo; umda welifa labo wafika eSaridi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesihlandlo sesithathu *iqashiso laphumela isizwe sakwaZebhulon ngokwezindlu zaso. Umda welifa lesi sizwe waya kuma ngeSaridi.