Joshua 19:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza umda walo wenyukela ngasentshonalanga ne‐Marala, wafikela e‐Dabashete, wafikela nasemlanjeni opambi kwayo i‐Yokename;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umda welifa labo wesa eSaridi, wenyuka umda wabo wasinga entshonalanga, wesa eMarala, wafikelela eDabhesheti, wahlangana nomlanjana okhangelene neYokeneham;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umda wabo wenyuka waya elwandle, naseMarala, naseDabheseti, nasemlanjeni phambi kweYokenam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukusuka apho umda wacanda ngasentshona waya kutsho eMarala, wegqitha eDabhesheti nakwintlambo iYokeneham.