Joshua 19:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wabuya e‐Saride ngapambili, ngasekupumeni kwelanga, waya emdeni wase‐Kiselote‐tabore, wapumela e‐Daberate, wenyukela e‐Yafiya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabuya eSaridi, wasinga empumalanga ngecala eliphuma ilanga, waya emdeni weKiseloti-tabhore, waphuma waya eDabherati, wenyuka waya eYafiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
waphuma eSaridi, wasinga empumalanga, usinge empumalanga, ude uye emdeni weKislotabhore, waphuma waya eDabherati, unyuka uye eYafiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwicala elingaphaya kweSaridi wenjenjeya ukuya ngasempuma kumda weKiseloti-tabhore, wedlulela eDabherati ukusinga eYafiya.