Joshua 19:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iqashiso lesine lapumela u‐Yisakare, kwa usapo luka‐Yisakare, ngezizalwane zalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iqashiso lesine lavela noIsakare, noonyana bakaIsakare ngokwemizalwane yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iqashiso lesine laphuma noIsakare, noonyana bakaIsakare ngokweentsapho zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesesine isihlandlo *iqashiso laphumela isizwe sakwaIsakare ngokwezindlu zaso.