Joshua 19:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iqashiso lesixe̔nxe lapumela isizwe sosapo luka‐Dane, ngezizalwane zalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lavela iqashiso lesixhenxe nesizwe soonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laphuma iqashiso lesixhenxe nemizalwane yoonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesesixhenxe isihlandlo *iqashiso laphumela isizwe sakwaDan ngokwezindlu zaso.