Joshua 19:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kwakugqitywa ukwaba ilizwe libe lilifa, ngemida yalo, lwandula usapo luka‐Sirayeli lwamnika u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, ilifa pakati kwalo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bagqiba ke ukulaba ilizwe ngokwemida yabo. Oonyana bakaSirayeli bamnika uYoshuwa, unyana kaNun, ilifa phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakugqiba ukulaba ilizwe ngokwelizwe labo, oonyana bakaSirayeli bamnika uYoshuwa, unyana kaNun, ilifa phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athi akugqiba ukuwaba amaSirayeli umhlaba, abela uYoshuwa unyana kaNune elakhe ilifa