Joshua 19:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngelizwi likayehova lwamnika isixeko owasicelayo, i‐Timnate‐sera entabeni yakwa‐Frayime: waza wasaka isixeko eso, wahlala kuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokomlomo kaYehova bamnika umzi awawubizayo, iTimnati-sera, ekweleentaba lakwaEfrayim. Wawakha loo mzi, wahlala kuwo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokomlomo kaYehova bamnika umzi awawubizayo, iTimnati-sera, ekweleentaba lakwaEfrayim; wakha isixeko, wahlala kuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngokomyalelo *kaNdikhoyo. Amnika iTimnata-sera, isixeko awasicelayo. ITimnata-sera yayikweleentaba kwaEfrayim. Wasivusa eso sixeko uYoshuwa, wahlala apho.