Joshua 2:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, kenindifungele uyehova, ukuba, njengokuba ndenzele nina ububele, nani niya kwenzela indlu kabawo ububele, nindinike umqondiso wenyaniso:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku khanindifungele uYehova, nithi, kuba ndinenzele inceba, niyenzele inceba nani indlu kabawo, nindinike umqondiso wenyaniso;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndifungeleni ke uYehova, ekubeni ndinenzele inceba, ukuba nani niya kuyenzela inceba indlu kabawo nindinike umqondiso wenyaniso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke khanifunge ngegama lakhe ukuba nobenzela inceba abantu basekhaya njengoko nam ndinenzele inceba, nindinike nomqondiso oqinisekileyo.