Joshua 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba niya kulondoloza behleli ubawo, noma̔, nabazalwana bam, nodade bam, nabo bonke banabo; nokuba niya kusindisa ubomi betu ekufeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nimsindise ubawo, noma, nabanakwethu, noodade bethu, neento zonke abanazo, niyihlangule imiphefumlo yethu ekufeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokuba usindise ubawo noma, nabantakwethu, neento zonke abanazo, usisindise ekufeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithembiseni ukuba nomsindisa utata, nomama, nabantakwethu, noodadethu, kunye neentsapho zabo, singàbulawa thina.”