Joshua 2:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba uyaxela lendawo yetu, sesiya kuba msulwa kuso isifungiso sako usifungisile ngaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke uthe wayixela le nto yethu, soba msulwa esifungweni sakho osifungise sona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wasixelela ngale nto, sokhululeka esifungweni sakho owasifungayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uyixelele nabani na into esizele yona, thina asiyi kuba natyala ngokungasigcini esi sifungo.”